Ndiyadlala
Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ndiyadlala, Musician/Band, .
Umntu wakhalela uMam Mary Twala owayenokutya esfihlweni sakhe
Kodwa wathula wathi cwaka uAsive esfihlweni ska Makhulu wakhe🐸😶💆
If jokes were a cure for Covid-19 the name would be ndiyadlala❤❤
Warning: Abahlabo benu bavimba bebawa
Asive,Aviwe,Odwa,Aluve,Lumko,Aphelele,Akhona,Vuyolwethu,Buhle,Amahle,Aphiwe,Lisakhanya,Anovuyo,Lukhanyo and last but not least wea ufunda le post
Andiklibelanga Emihle
"Yin'inkinga ngawe
Mntomnyama"
Kuthethwa nawe L🌚
👩:Bbe I'm coming
👨:Ahh...ahhh...ahhh
👩:Bbe..we...wenza...Bbe wenzani?
👨:Ohh...sh*t...ohh
👩:Luyolo wenzantoni
👨:Xolo bbe bendisa lifter i weights zam💪
Ubusithini?
👩: Ohh hai bbe bendisithi ndiyeza
👨: (kisses) No man stop it
👩:Bbe kwenzeka ntn apho?
👨: No more s*x I'm talking to my girlfriend here😡😡. Sorry bbe you were saying...?
👩: No Man stop it (giggles)
I'm talking with bae here ok
Who's faithful in this relationship?
😂
Teen’s 6 Pregnancy Tests Are Negative, But She Says She’s Pregnant With Jesus Kristi has had it up to here with her 19-year-old daughter, Haley. The teenager swears up and down that she is eight-and-a-half months pregn...
👴:Yhoo...Ahh.ahh.ahh
👵:Faka Qhinebe faka...
👴:Yhoo...Hai ndidiniwe mna ngk MamCirha😖
👵:Oh mxm bendithembe ntn kuwe ulazelaphi icici kakade😒😒 Sapha ndizothi Nolizwe makalifake😠😡