Ubomi bam

Ubomi bam

Steam

20/06/2021

I'm back how do you feel y'll😭

20/02/2021

ndicela ifavor🙏😭😭

19/02/2021

Inset 9❤️

okay it's fine😔💔😭ou ou ndahambaa naye ulungaa sayaa etown ndamthengela ijean ey1 nevest bcz anayo imali yesikipa ne push nhe okay 😔sagoduka morc besingekalali ekhaya ndanentliziyo endthuma uba masilale khonaa nakanjn 💔😭 yayaz morc into zika Satan 😭nyan ndogodukile ndafika ekhaya k*mdaka utata washiya kunjalo ke ngelaxesha wesixosha ndithi mna that time ndandinezihlobo hayy kancinci but zona zange zindazi tuu xandisokola remember that I'm doing grade12 next year ndokwenza unyaka wokuqala💔😭songoku zi23 Dec andinaworry ulunga unazo impahla for udec yaah' ndiye ndaa pheka ekhaya satyaa nobhuti wn sahlutha ndamlungiselela coz ngomso siya esikolweni "sis kutheni mna ndalungiselwa nguwe utheni umam akandithandi "💔😭mna:no
lunga she loves you alot and uyasibona ngoku sikhalayo "but why engandithuthuzele sis"kaloku umama ngumoya akakwaz uthetha akavelanga kuthi kodwa thina sivelile kuye😭😔ngumoya umama bhuti"lunga;🤣🤣hay ndomxeyeya anguye umoya umama" 😭💔ndathi lunga buya silale kulate.salala waqukwa bubuthongo ulunga kwangqongqoza into emnyango ndavula💔😭Kanti ngutata wafika nomfazi wakhe omtshaa and uyabonakala ekekho ryt kakuhle tu and akaziphethanga kakuhle the way a behave ngayo esafikaa😭😭😭💔

16/02/2021

Ndiyeke😥🙄

13/02/2021

Insert 8

okay mn 💔😭kwasa right mna Oko ndilala ngenyembezi ndivuke ngaso ndicingana nosana lwasekhaya ukuba ebekhona umama ngekungekho nje 😭 ndayo cleana. Ekitchen then ndabenzel into yotya nam ndahamba ndisitya iharf yesonka ne drink kemna💔😭bcz andiziphiwa cornflakes ne Oats 💔😭njengabo okay ndahamba kodwa egameni loba nditye ndahlutha nolunga wahlutha yonkinto right 💔💔 okay so ulunga una 1year ndamsa kwagradeR .andimsi ngoba ndithanda bsc😭💔😔 andifuni ahlale pha bomhluk*meza njengam Kanti mna sendinikezele ngayo yonke into noba ndingafa 😔💔akukho yam uba usana lwamama luryt qha so .mna ndofunda urgrade 12 this year kofuneke ndfunde ngemali mna ndihlekwa Oko esikolweni babona lento ingakwazi noku afford.a I uniform 😭💔 so uelona wenza whatever ayfunayo enhloko ndabuya ndayolanda ulungs wasekhay esikolweni sapakisha sahambaa xandiphuma emnyango nolunga "Yho satsho sapumla zezizinto bezingakwazi nokuafforda.ipen le yobhala "atsho amazwi wabo phofu yifamaly yam leyo😭💔so xandikhala ndokhalela Bani? andinabani andinamama .andinaye notata bcz akandfuna 😭💔so ngubani obenochola into enjengaam 😭💔eyy kunzima bethuna mna intliziyo yam loko ilihlwili "Sisi kutheni nje mna ndingenaye umntu okuthiwa ngumama" watsho u lunga ilil bro 😭😔zehla inyembeze "ndathi jonga mntase okubuza lonto sumhoya mna ndiyafana nomamakho yonkinto eyam yeyakho since now I'm not your sister am your mother be strong boy"kutsho mna ndimyala ngamazwi endandiwaxelelw ngumama waam 😭💔and umama akasiyekelanga tu usijongile kutsho mna ku Lil bro and komele ndizame imali yempahle zochrismass not for me just for her andinangxaki mna ngempahle ezintsha😭💔

13/02/2021

ndiqhubeke?guys anireacti.nina😭💔ngk

13/02/2021

okay comment here and like eza inserts sendizenzile💔😭 gqiba ndinibalisele ezinye sibuhlungu story saam

13/02/2021

Insert 7😭💔

mna.since ndashiywa ngumaama yabo utata akasandazi noba ndafa or ndiyaphila💔😭nebrother yam so nnhe irisults zizophuma ngo Dec💔and always umama yendixelela ukubandokuphemelela oneday ndibeyilento ndiyfunayo so.ndisoloko ndizimisele and kwasa ndaya esikolweni. 💔😭satishwa ndingekho ryt ndinjalo 💔😭okay right ndaya eclassini abantwana bekhombisana ngamm eyy💔😭umzala wam Elona ubaxelele yonkinto ngerape yam kodwa akatsho uba ngutatakhe ndahlekwa so u Elona endbethisa ngefriends zakhe mna ngokuya ndsenza ugrade11 yena efailile enza u grade 10💔😭right and ndandimsizela but yea nomamakhe engafuni nto inhle for mna okay ndabuya esikolweni ndithuthunjelwa yintloko uelona sefikile yena ndafika ebukele tv.ephethe ilil bro yam edlala nayo mn ndabuya "ndilambile wena pheka" watsho elona💔😭owh ndapheka kwathwa mandityise lento yasekhay ilambile ndamtyisa before nditye kwithwa andiphe imbuzi nengulube umbona wazo ndaya okay so tomorrow yi birthday party ka Elona ndazipha pigs nyani💔😭phofu mna ndiyaya phelelwa ngamandla ukutya ndikugqibele phezolo ekuseni nhe 💔💔😭mxx it's ok ndade ndayotya xandiqale ndichopha etafileni nabo ndava ngempama esuka kubukho "ufunani apha hambotya pha phantsi phofu ngumntwana lo atshoyo k*m m # # # 💔😭ndathatha ukolunga wasekhaya sayotya phantsi so next month ugqiba unyaka so iwas happy for myblil bro coz uzobekwazi uhamba sde siyohlala ekhaya ngoku singenabani sishiywe nangu Tata💔😭yho ndivuya so ndathatha ulunga sayolala kulandlu ilala inkukhu kuyo nathi phofu yeyethu💔😭so mn ekuseni ndvuswa zizo ndihambe ndiyokwenzela u bkho no elo ukutya baye esikolweni before ndihlambe ndiye nam

for insert ,8

13/02/2021

Insert 5

Right💔😭ndimtholile ubhut wam omncinci uyakhula unenyaanga side istory Sam andinoycacisa yonke so mn bendihlala kakubi ekhaya and utata uye wahamba emva Koko wasishiyasinjalo and ibro yam ina6month 💔😭so saya kwa nowethu umama womzala waam lo angafuni nosibonaa.so 💔😭sahlala khonna emthanda umntwanaa omncinci kodwa mna engafuni nondibona endihlalisa ku ndlu wenkukhu ndihambe ndiyopheka so uelona yena ebesene boyfriend and wandibiza nechom zakhe wathi masiye epartyin and waxolisa💔😭ndamxolela ngentliziyo oh.kanti unento abay planileyo bandisa etshwaleni nabangani bakhe bandidrug.a ngomso ndsiya esikolweni bendihleka bendividoeriser mn.ndilele bend drugile bandikhulula phofu umzala wam ukhona nguye mqali owenza lonto bahlekisa Ngam esikolwen bendithuka bendibiza ngobuhlwempu nobufebe endiphika as if akandazi mna ndingatyi esikolweni coz andinanto yotya remember esikolweni sethu akutyiwa okay zihle inyembezi xandbona ividoe yam endiyenziwe ngumzala umzala wam pho. 💔😭💁Ndinganxibanga okay.mna ndingavumelekanga uba ndphathe ilil bro yam okay akhongxk as long esitya so umyeni ka mama ka Elona Sandilands esgela washiya elona wandityisa e Gpsm.right xandifika endlini akhomntu kukho mna naye right😭💔wandfaka ekamereni yam wazenzela😔💔eyy ndikhala kwathi kufika umalumekazi ndabe ndiyenyinto. 😭😭💔umntanakhe morc uneboyfriend yohlukana naye so ubuyile esgela mna kwakufuneke ndiphekile ndicleanile ndihlambele elona no Bukho uniform 💔💔😭bendibiza ngesiqalekiso besithi ndiyahuleza mandizijonge ngoku uba ndinjani ndihamba njani phofu umyenakhe undibhatala imali engange R200, for lento ayenzayo izenditye nditya kanjalo mna andiyonto phofu ndisisahlulek kodwa umama uzoze avele oneday andthethelele ngoku asemathuneni 😭💔 Reaction pls😭💔wait for insert 6

13/02/2021

Insert 4

Yah ulume uthole leyo naleyo💔😭and undigcinele umntwana ndaya esikolweni so umntaka mama ebengekho safe kulamzi umalume utshaya kakhulu qha bendingena choice for ilil brother yaam 😭💔so ndiyile ndabhala futhi umviwo zam kakuhle ndaqondba ndileqe usana lukamama.😔ndabuya kwangoku so ekusenii kwaqhutywa umngcwabo right emva kwayo yonke lonto umalume uhambile so undshiye notata utata uthathe lowomntwana wamgcinisa kwabanye abantu coz ufuna mna ndiye phaa 😩 ukuze bazenzele ngamm ukuze ndithole ilil brother yam bendiyithe ngokuba ngu kolunga igama layo so mna.ndiyile ndafika ehleli nama doda amabini nokolunga embeke phantsi xandifika utata wahamba wandvalela nababhuti bazenzela Ngam morc bendili virgin so bazenzele Ngam😭💔💁😔bonela so bayithola into abayfunayo k*m kwavuya notata lo

Invite friends guys 😭💔ndogqibezela tomorrow ifoun yacika if nireactile ndozama

13/02/2021

ndiqhubeke people💔😭

13/02/2021

Support this page please 💔ezinye insert ziyeza

13/02/2021

Insert 3

utata ebengayazi yonke lento yenziwa ngumama😭💔so umama uye waya ehospital nhe urholile so naye bengaythandi lento utsho wathola imali yokuya esibhedlele so umama ucele utata uba ashiyeke andizamele into yokutya nhe mna ndiya esikolweni yena ubiziwe coz inyanga sezimke too much 😭💔okay ndiyile esgella nhe ndabhala kakuhle ndathola ipresent k*miss ☺️😍🤭enhle udoll right ndafika ngebhongo ndisithi ndiyobonisa umaahm😭💔ndihappy kakhulu that day ndafika ekhaya xandingena egaitini ndibona utata ephandle xandibulisa akavumi undijongile qha xandingena endlini ndfika ndbona usana oluphethwe ngu makhelwane kugcwel ekhaya qha into endixakayo umama ekekho umheza amazwi kamheza "nanku Sisi ubhutiwakho awufuni umbona" utsho encumile ndaya.ndambuka ndathi uphii umama .kwathulleka ndayakutata ndafika ndabuza"Tata uphi umama washiya umntwana ebantwini khona utheni awamphatha wena okay wathi utata "ayingo bhuti wakho lowa wena nelagqwirha lingunyoko lifile" longcwatywa futhi nawe ubuyazi inyani since.now andina mntwana andinamfazi ndoyozphandela niphume emzini wam nalanto yakowenu ipha endlini" 😭💔ndava kabuhlungu kakhulu ndandena endlini ndathatha usana Luka mama ndahlala nalo ndathi "mntakamama noba utata uyasixosha ndohlala ndinawe ngalolonk'ixesha 😭💔ndatsho zisehla inyembezi ndingazi noba ndodibanisani ukuze atye umntwana and ndizoya esikolweni 😭💔kusasa ndiyobhala uviwo lwe maths💔"wena awuyi ndawo nalonto yanyokko nohlala aphaa ndotya imali ngani lonto ndokuyithengisa " kutsho utata engena emnyango💔yabuhlungu lonto ikakhulukaz isuka kutata so ngomso ndacela unolu.umama ka Elona nangona engandfuni uba ayondicelela esikolweni wavuma endijonge ngelihlo elibi esithi eloxesha utata uthi "andiyngcwaba lenjakazi indixokiseleyo😭💔phofu ngumfazi wakhe lowo ibendim ofuneke ezamile for my mommy's funeral💔😭kubekho nosanaa okay ubuyile morc usis noluwethu so ndimxelele uba ndinaye umalume qha uyatshaya so nguye kuphela umntu onosinceda naye uzama ngemali yentsango💔😭

13/02/2021

Insert 2 😭

Ndithe ndivuka nje Kanti umama sebuyile nento yotya ndavuka ndatya ndaphelezelwa ngutata wandisa esikolweni ndadibana nabantwanaa ababini abafikayo esikolwen bacela uba ndibengabahlobo babo coz bebengenamntu besoyika kwesasikolo 😭okay right ndivumile kufike umzala wam lokuthiwa ngu Elona wabaxelela konke okubi Ngam athi ndiyakwenza ndingakwenzi ogqiba wabiza abanye abahlobo bakhe uba bandigezele exelela abahlobo bam abatsha ukuba mna.ndisokola kangakanani andiphathi Mali 😭ndixoka ngabantu kwaye ndimosha abantwana babantu ndiyinto nje ehamba ihuleza apha esithubeni ndizobamosha ebaxelela yonke into embi Ngam kodwa endingazange ndayenza ndithi xandidlula ebantwini esikolweni ndve ngentsini 😭zehle inyembezi kodwa ndiziqinise nhelithi ivili liyajikeleza ayikho into engadluliyo 💔nyani umama soloko endixelela lonto umama.phofu khumbula ngumzala wam lo andenza lonto😭okay ndbuye inyembezi zisehla umama ke ebengafuni ndikhale ndathi xandingena emnyango ndosula inyembezii khumbula ngomso sibhala enye itest 😭ndangena endlini ndapractiser.for itest wangena umama "mntanam uryt ulilelani" hayi mama akhonto ☺️ungazikhathazi Ngam okay right waphuma umama. ndandingafuni umkhathaza .ke umama coz waye pregnant yaah'💔😭so ebena 6month emithi kodwa besithi ize sitye sitye ngaye umama ebeyfihlela utata lento yokuba uthengisa ngomzimba okay umama ebeyazi uba lamntana ayingo katata kodwa utata yena akazi uba umom yi pr******te 💔😭mna ndiyazi uba akazalwa ngutata lamntwana okay nhe so ukhona umzala wam lo ayinkwenkwe owakulo olona uyayazi yonke inyani coz that time sasthola inyani umama wasicela uba singayithethi lonto savumaa ke nathi lafamaly awunotsho ukuba ngabazala bam coz abafuni nosibona mnano mzala nomama sigcine imfihlo for 7month 😭💔always sinexhala uba umzala akanoythetha nakutata lonto ngoba kaloku umzala akafun nosibona okay right and inyame yesibhozo seyikufuphi 😭right umama waya kwi scan wafumanisa uba umntwana yinkwenkwe so.utata wavuyela lonto ke.💔

13/02/2021

Okay

Insert 1

mna bendihlala ekhaya ndingenabahlobo ndifunda umama ebendithanda notata kakhulu😭💔bengafuna nova Ngam so bebendibiza lethu ke and bendiyvuyela lonto kakhulu so umama ebehamba nhe ayokhangela into eyodibanisa ukuze nditye esikolweni Kuba kaloku bekungatyiwa kwesasikolo efuna ndibenento yokutya ndifane nabanye abantwana and bekubhatalwa ifees so umama ebezamaa kakhulu ukudlula utata ndizimisele ke kwizifundo zam ndiye kodwa esikolweni andityanga nomama xa ehlulakele kukhangela ukutya kodwa bekushiyana iluck yakhe Kuba ebengayitholi everyday imali😭💔so utata ngamanye amaxesha bendingazi ukuba kutheni etshintsha ebethanda undbiza ntombi umama endibiza lethu kodwa ke akunani bendsiya esikolweni abantwana besikolo mn.bebengandifuna coz andiphathi Mali esikolweni nditya kubo kuphela unobangela wokungabinabahlobo kulowo ndabuya ngenyawo esikolweni ndafika kusenjalo ndabuya ndaphosa ubhaka ebhedini weza k*m umama no Tata " belunjani usuku lwwakho ntombi" atsho amazwi katata wam☺️bek*mnandi tata kwaye ngomso kuzomele ndibhale itest ye L.o funeke ndilale ndifundile

(,Kulungile ntombam) atsho amazwi abo.

13/02/2021

Ekhaya bendihlala nomama wam notata wam sihlupheka.😭💔utata engasebenzi ke

13/02/2021

Introductions
ndingu lelethu Jubhana
Ndizalwa ndodwa k*mama notata
Abazali bam basaphila ndingaba omzala bam omnye ngu Elona oyintombazana ;oyinkwenkwe ngu bukho uelona una18years nam thina sizintanga .yena ubukho mncinci una 15 so mna.ndinaye umalume uyatshaya.ulinxile so.umama ngu Nolutho .utata ngu Bonga

Kwilali yase Dumilizwe

Website