Masibuyel'embo Xhosa Society CUT WLK Campus
Ithi imbali uXhosa wayesisinyanya samandulo esasiliqhawe ezimfazweni, uhlanga lomXhosa lwaza lwathiywa emva kwaso.
Isizwe somXhosa ke sisizukulwana sesinyanya eso. Ngokwalembali, uXhosa lo wayezalwa noZulu, noSwazi bezalwa nguyise wabo uNguni.
Imini yengxelo ntetho kwi leveli yesithathu kunye noMhlohli wethu obekekileyo uGqirha Mkumatela.🤍
Masidibane kwakhona kwiveki ezayo🫶
Imini yengxelo ntetho kwi leveli yesibini kunye noMhlohli wethu obekekileyo uGqirha Mkumatela.❤️🫶
Siyivala kanje iveki🥰
WELKOM CAMPUS.
Imini yengxelo ntetho kwi leveli yokuqala kunye nomhlohli wethu obekekileyo uGqirha Mkumatela.❤️
Iveki siyivala kanje eCUT Welkom Campus.
ngobuXhosa bam.
'embo Xhosa Society.🫶
CUT WEKLOM CAMPUS.
Imini yanamhlanje ibimyoli kakhulu🫶❤️🔥
Bekumandi kunjalo ngomhla wamashumi amabini kwinyanga yeThupha kulo umiyo unyaka wamawaka amabini anamashumi amabini anesine.❤️
'embo bantwana bomgquba.
Click here to claim your Sponsored Listing.
Videos (show all)
Category
Website
Address
1 Mothusi Road
Welkom
9460
Welkom
The only movement in Azania that's has the interests of students and employees in Higher Institutions of learning at heart,subsequently rallying the youth behind the banner of EFF�...
Corner House Building C/O Graaf And Buiten Street
Welkom, 9460
We are an institution of higher learning dedicated to contributing to the economy by producing high
1 Mothusi Road
Welkom, 9460
This is the official communication platform of the SRC 2021/2022. Any queries, complaints, submissions or any other matter which you need to make forward to the SRC, please make us...
Central University Of Technology, Welkom Campus
Welkom, 9463
To give daily financial updates to all students.
13th Street 27
Welkom, 9460
We provide training in a wide range of emergency training scope which places us in the position to f
44 Bok Street
Welkom, 9459
Lessons for matric rewrites, to improve points or gain access to high learning.