Lift page from Cape Town to Eastern
Nearby non profit organizations
Meet At Royal Cape Yacht Club
7785
8001
7441
8001
8001
CAPE TOWN
aswaatulmadinah@gmail. com
P O Box 37
Cape Town International Airport
7700
You may also like
People are number 1
Treat 1 anothe equal
To avoid misunderstanding let's treat each other with a fr
Xa umntu avele athi ucela lift
Angashiyi ne number afumaneka kuyo uthisenzenjani. Hayi noko siyasokolisa kodwa.
Xolweni bantu andikhange ndifumane abantu aboneleyo for itrip that is why I cancel the trip๐ญ๐ญ
Lift available for Tomorrow which is Friday from Cape Town to Engcobo via N1 later single is R600 return 1000 on Sunday for more information contact me at 0620673734 /0723076785 thank you.
Lift needed on Saturday from tsolo to cape Town I have 600 thank you.
Is there any lift going to Idutywa on Sunday from cape town?
Any one from Questions town to cape town my csters buget is 500 she need to go today please you can contact her at0812363423.
Mholweni ndicela umntu osuka emakhaya oza ekapa ngomso ndinomntu idinga ilift osuka kungqwarhu ecofimvaba atsho nexabisi.enkisi
Lift offered from cape town Elliott on Friday price 550 I have four seats you can contact me at 0637733504/0723076785.
Lift offered from Cape town to Engcobo price is R500 on Friday.
Lift offered on Friday from Cape town to Engcobo price is R500 I have 4 seats.
Mholweni kwakhona ndicela ilift eya ekapa from Mount frere sibabini kwaye sine 1000 sicela ehamba namhlanje enkosi ungasitsalela kule number ilandelao 0723076785/0632878809/0637733504
Besicela ilift eyakapa ngomgqibelo from Mount frere to Kapa sibabini kwaye sinye 1000 enkosi.
Ungasitsqlela kwezi zilandelayo inumber 0632878809/0723076785 siya easteriver.
Sicela ilift esuka ekapa isiya Mount Frere nge31/12/21 sibabini sine 1100 sifuna uhamba emini enkosi
LIFT Needed on the 31 from cape town to Mount Frere you can contact me at 0637733504 thank you.
Mholweni bathandekayo ndicela ubuti wam ilift eya engcobo namhlanje uzakubhatala ngokuqhubela Kuba akanamali unayo yona idrives licence enkosi.ungandifownela kule inumber ndikudibanise Nate 0637733504.
Mholweni bathandekao kunomntu odinga lift for tomorrow from mount Frere to Cape town une R550 uwilling nokugqubisa ukuba awunangxaki n**i inumber afumaneka kuzo 0723076785/0632878809.
Lift offered on the 19 December 2021 from mount Frere to Cape town via N1 price is 550 you can contact me on 0723076785 thank you.
Mholweni bantakwethu ukuba unomdla ndicela nindi thumelele inumbr zenu kwi inbox yam ndini add kwi Whatsapp lift group .enkosi oyithobileyo mhlali ngaphambili.
Mhlweni bahlali isicela ilift esuka ekapa isiya ekomani sibayi6 sine R3000 sihamba Friday enkosi.
Hello everyone I need a lift for 3kids I have 1500 for tomorrow from Engcobo to Cape town you can contact this number if you are Interested 0815556081 thank you
Ndigqibe ekubeni ndivule iwatsapp group malunga nelift page onomdla wankelekile unga inbox number zenu ndini add .
Ndavuyiswa yintsenenziswano yenu bakheli.
Ndinomnqweno wokuvula iwatsapp group for le lift page andazi nokuba nditsho ecaleni na kodwa ukuba unodla ndicela izimvo zenu bakheli .ukuba uyavuma ndicela uphendule ngo like zajona I majority then ndiyi creat whatsapp group for le lift page.masiyeni.
Mandithabathe elithuba ndinibulele ngentsebenziswano nangonyamezelana ezindleleni.
Mholweni bantakwethu.
If ukhona umntu onomdla woba yi admin angeza ngaphambi mhlawumbi ukhona onokwenza ngcono kunam.khumbukani yipage yomntu wonke le.enkosi
Ndicela ukugwininisa lento bakhweli kunye Nani bakhwelisi mna nje ngophathi welikhasi andingeni ndawo kwixabiso othi ulibizwe ngumkhwelisi ixabiso lixhomekeke kwisivumelwano senu enkosi
Mandizibulisele ngale njikalanga.
Lift offered from komani to Cape town today price 500 contact me at 0632878809
Hello my good people lift offered for 3 people sunday from Engcobo to Cape town price 500 you can contact me at 0632878809
If ukhona umntu ose woester ugodukayo ngoku ndisendleleni eya eyoneleyo 500 andikrweca ndiya emount frere 0632878809 space for two people.
What do you think about our lift page?
Lift offered for 3 people from Cape town to Umtata via N1 on the 29/0721 price is 550.
Lift offered for 3 people on the 30th Friday 07/2021 later Price is 550 from Cape town to Engcobo.
Lift needed for one person from Cape town to maclear tomorrow
Yanga anganisikelela anikhusele anithwale niyokufika niphilile kwezondawo zahlukehlukeneyo niyakuzo UThixo woxo amen.ndininqwenelela impumelelo nonke. Zenikhumbule akukho namnye umntu odalelwe intlupheko ngalomazwi ndiynomeleza .Mholweni.
Thanks you once again for liking our page n don't forget our page is your page thank you.
Mholweni bantakwethu kunocc okuqumbu ocela ilift eya ekapa namhlanje ๐.
This is a private page not a taxi/bus rank .our aim was to make life better to those who do not afford to pay full amount of a taxi/bus.
I plead to all the owners , who owns private car let us try to ask a reasonable price to those who need of a lift please. I thank you happy Sunday.
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the organization
Telephone
Website
Address
Cape Town
ZA
47 Commercial Street
Cape Town, 8001
To welcome, to protect, to promote and to integrate, people on the move into local communities
21 Palmer Road, Muizenberg
Cape Town, 7945
The Indigenous Peoples of Africa Co-ordinating Committee (IPACC) is a network of over 133 indigenous peoples' organisations in 23 African countries.
5 Norfolk Close, Belhar
Cape Town, 7493
A Community Based Non Profit Organisation in Belhar, Cape Town started 29 June 2009 focusing on Arts & Culture as early intervention of substance abuse
77 Bridge Place, Capricorn Drive,Muizenberg
Cape Town, 7945
A security company founded on the principles of being unconventional and having the ability and will power to take the fight to the criminal.
35-903 Cephe Crescent
Cape Town, 7784
Sikhula Sonke offers early childhood development, training and support in Khayelitsha
University Of Cape Town
Cape Town
Shifting UCT towards a greener future.
7 Kommetjie Main Road, Capri
Cape Town, 7975
Bringing Hope & Breaking Despair: through Community Development, Health Care and Skills Programmes.
PO Box 1226
Cape Town, 7129
Rotary Club of Helderberg District 9350 Somerset West Western Cape South Africa Meetings on Thursday
15th Avenue, Boston Est
Cape Town, 7535
An Apostolic Resource Centre - AN ARC. - Reach- Resource- Reform
Claremont
Cape Town, 7700
This page was created in protest of the recent Hijab and Niqab bans in various countries - notably France, Turkey, Tunisia, Holland and Germany. Please invite your friends to join ...
Cape Town, 7805
We are a Neighbourhood Communication, Surveillance, Intelligence and Administration Services company.